AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Chile

  • Kufutshane nentaba-mlilo eseCalbuco, eChile​—AmaNgqina kaYehova ancokola ngethemba lobomi obungunaphakade kumhlaba oyiparadesi

  • EValparaiso, eChile​—AmaNgqina kaYehova afunda isibhalo eBhayibhileni

  • Kufutshane nentaba-mlilo eseCalbuco, eChile​—AmaNgqina kaYehova ancokola ngethemba lobomi obungunaphakade kumhlaba oyiparadesi

  • EValparaiso, eChile​—AmaNgqina kaYehova afunda isibhalo eBhayibhileni

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

EZISEMATHENI

AmaNgqina Alungiselelela Ukuya Kunceda Amaxhoba Ezikhukula EChile

Kungekudala emva kwezikhukula nodaka oluninzi olwehla ezintabeni eChile, amaNgqina kaYehova akwidolophu yaseCopiapó aseka ikomiti yokunceda ngexesha lentlekele.

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Iphulo Elicetywe Kakuhle Lithwala Isiqhamo

Funda indlela eyasebenza nzima ngayo intombazana eneminyaka elishumi yaseChile ukuze imeme bonke abantwana besikolo sayo abathetha ulwimi lwesiMapudungun.