AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Benin

  • Kufutshane naseBoukoumbé, eBenin​—AmaNgqina KaYehova ahambisa incwadana ethi, Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Bazinikela Ngokuvumayo—ENtshona Afrika

Yintoni eqhuba abanye ukuba bafuduke eYurophu baye eNtshona Afrika, ibe kube naliphi igalelo oko kubo?

IMBONISELO

Yinto Endiza Kuyithini Le Ndizifake Kuyo?

Funda indlela umvangeli waseBenin awayifunda ngayo intetho yezandla ukuze ancede abantu abangevayo basondele kuThixo.