Iingoma ZeJW Broadcasting

Iingoma ezibonisa indlela esinombulelo ngayo.

Ungasali

Ungasali kwintlangano kaYehova ehambela phambili!

Thob’ Isantya

Noba sixakeke kakhulu, iyaphucuka indlela esishumayela ngayo nesenza ngayo izinto ebomini bethu xa sithob’ isantya size sithath’ ixesha lethu.

“Yiba Ngumntu Obuka Iindwendwe”

Zeziphi ezinye iindlela onokubuka ngazo iindwendwe?

Siyakubulela

UYehova usinika umoya wakhe oyingcwele ukuze asincede sinyamezele iingxaki esidibana nazo. Siyachukumiseka size simculele.

Ndiyayazi Indawo Yam

Ungabakhetha njani abona bahlobo bokwenene?

Masixolelane

Khangela amathuba okufana noYehova ngokuthi uxolele abanye

Seyikufuphi Nyhani

Ukulindela iparadesi ezayo kunokusinceda sinyamezele.

Ukufunda Ngundoqo

Ukufunda Ilizwi likaThixo yonke imihla kunganceda ulutsha lukhule lumthanda uYehova.

ILizwi Lakho Liya Kuhlala Likho

Masimbulele uThixo ngokukhusela iLizwi lakhe ukuze lincede abantu!

Thandaza

Sinokwenza ntoni xa sineengxaki?

Ndakhela Ingomso Lam KuYehova

Vuyisa uThixo ngezigqibo ozenza imihla ngemihla.

Ndinganako Ngokholo

Kufuneka senze imizamo ukuze someleze ukholo lwethu, kodwa uYehova uza kusivuza ngemizamo esiyenzayo.

Ndiyayigcina Imithetho Yakho

Ngamazwi nezenzo, masibonise ukuba siyithanda nyhani imithetho kaYehova.

Ndingaphakama

Khawubukele umkhonzi kaYehova owayekade ezimisele, njengoko efumana amandla aze abuyele kuthando lwebandla.

Sibuka Okwenz’leyo

Yixabise inyhweba yokusenza noYehova!

Ntombi Yam Endiyithandayo

Utata ubukela intombi yakhe njengoko ikhula ize iyenze eyayo inyaniso.

Vel’ Uqale

Ukushumayela ngakumbi, ngazo zonke iindlela, kunokusivuyisa njengabakhonzi bakaYehova.

Jonga Mna

Lisebenzise kakuhle ixesha olichitha nabazalwana noodade bakho.

Indalo Yakho Iyasichukumisa

Indalo eyenzwe nguYehova iyasikwankqisa isenza sifune ukumculela.

Izinto Ezibalulekileyo

Kufuneka sibeke ixesha lezinto ezibaluleke ngakumbi—ukuthandaza, ukufunda, nokuzinikela kuThixo.

Ndikuthanda Nyhani

Ukufaka uYehova emtshatweni, kuwenza uqine!

Indawo Esiza Kukukhonzela Kuyo

Sivuyela ukunika uYehova le ndawo eza kuzukisa igama lakhe.

Ndikuthembile

Ukufunda nokucingisisa ngeLizwi likaThixo kunokusinceda simelane neengxaki zobomi.

Andilahlwanga

Xa sinoYehova, asilahlwanga!

Ndenze Ndibe Nesibindi

UYehova angasinika isibindi sokunyamezela nayiphi na ingxaki.

Yiba Nesibindi

Ingoma emnandi esinceda sinyamezele.

Siy’ntsapho Yakho

Noba sikweliphi ilizwe siyintsapho kaYehova.

“Yilwa Umlo Wokholo”

Noba sineziphi iingxaki, sohlala sithembekile kuYehova.

Uthando Soze Luphele

Uthando lukaYehova soze luphele. Luyasonwabisa ibe luyasithuthuzela.

Mxelele

Xa unengxaki, cela uYehova akunike amandla aze akuthuthuzele.

Njengomntwana

Singaba nalo njani uthando njengomntwana?

Qiniseka

Siqinisekile ukuba uYehova uyasithanda nangona abantu besitshutshisa.

Ndimxolele

Ngaba ukhona umntu okukhathazileyo? Ngaba kunzima ukumxolela? Khawubone ukuba ungakwazi njani ukumxolela.

Masibaleke

Yenza izigqibo zobulumko ukuze uphumelele kugqatso lobomi.

Singayeki

Ukholo olungagungqiyo lwakhiwa ngezinto ezomeleleyo.

Sithandwa Sam

Sonwabele isipho sikaYehova esingumtshato.

Khusela Ingqondo Yakho

Ngoncedo lukaYehova, ungakwazi ukoyisa amaxhala.

“Hlala Uvuya”

Ingoma evuyisayo isikhumbuza ngezizathu ezininzi ezisenza sibe nombulelo.

Simanyene

Nangona sineengxaki ibe sitshutshiswa, sihlala simanyene.

Msebenzele uYehova

Msebenzele uYehova. Soze uzisole!

Siyavuya

UYehova uza kusoloko esivuyisa.

Zibone

Vuyiswa lithemba lehlabathi elitsha.

Ndinokholo

Cinga ngezinto ezimangalisayo uThixo asithembisa zona.

Ekugqibeleni Siseluxolweni! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2022)

Jonga ngapha kweengxaki onazo, kwisithembiso sikaThixo soxolo lokwenene.

“Liza Kufika!” (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2023)

Linganisa abo bathembekayo njengoko ulinde uYehova ngomonde.

“Iindaba Ezilungileyo”! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2024)

Ukususela kwixesha labapostile ukuza kutsho ngoku, abantu bashumayela iindaba ezilungileyo bevuya, ibe bancedisa ekwenzeni owona msebenzi mkhulu—okhokelwa nguYesu noxhaswa ziingelosi.