‘Ukushumayela Ngokucokisekileyo’ NgoBukumkani BukaThixo

Le ncwadi iqhaqha indlela elasekwa ngayo ibandla lamaKristu okuqala nokuba loo ndlela isichaphazela njani thina namhlanje.

Iimaphu

Iimaphu ezibonisa iindawo ekuye kuthiwe nguMhlaba Ongcwele namhlanje neendlela awahamba ngazo umpostile uPawulos kwiihambo zakhe zobuvangeli.

Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo

Kutheni sinokumthemba uThixo ukuba uza kusixhasa njengoko siqhubeka ‘sishumayela ngokucokisekileyo’ ngoBukumkani BukaThixo?

ISAHLUKO 1

‘Hambani Niyokwenza Abafundi’

UYesu wachaza kwangaphambili ukuba umyalezo woBukumkani wawuza kushunyayelwa kuzo zonke iintlanga. Ifezwa njani loo nto?

ISAHLUKO 2

“Niza Kuba Ngamangqina Am”

UYesu wabenza njani abapostile bakhe balungela ukukhokela kumsebenzi wokushumayela?

ISAHLUKO 3

“Bafumana Umoya Oyingcwele”

Umoya oyingcwele kaThixo wancedisa njani xa kwakusekwa ibandla lamaKristu?

ISAHLUKO 4

“Abantu Abangafundanga Nabaqhelekileyo”

Abapostile baba nesibindi, aze uYehova abasikelele.

ISAHLUKO 5

“NguThixo Umlawuli Esimele Simthobele”

Abapostile benza ngendlela engumzekelo kuwo onke amaKristu enene.

ISAHLUKO 6

UStefano—“UThixo Wamenzela Ububele . . . Waza Wamnika Amandla”

Yintoni esinokuyifunda kwindlela awaba nesibindi ngayo uStefano xa wayechaza ubungqina bakhe phambi kwenkundla ephakamileyo yamaYuda?

ISAHLUKO 7

Ukuvakalisa “Iindaba Ezilungileyo EzingoYesu”

UFilipu ungumshumayeli ongumzekelo omhle.

ISAHLUKO 8

Ibandla ‘Laba Seluxolweni’

Umtshutshisi okhohlakeleyo uSawule uba ngumshumayeli okhutheleyo.

ISAHLUKO 9

“UThixo Akakhethi”

Umsebenzi wokushumayela uvuleleka nakubantu beentlanga abangolukanga.

ISAHLUKO 10

‘Baya Besanda Abantu Abakholwayo KwiLizwi LikaYehova’

UPetros uyakhululwa, futhi intshutshiso ayikwazi kuphelisa ukusasazeka kweendaba ezilungileyo.

ISAHLUKO 11

‘Bavuya Yaye Bafumana Umoya Oyingcwele’

UPawulos uba ngumzekelo omhle wendlela yokumelana nabantu abakhohlakeleyo, nabangamameliyo.

ISAHLUKO 12

‘Babeshumayela Benesibindi Negunya Ababelinikwe NguYehova’

UPawulos noBharnabhas bathobeka, banyamezela, futhi baba bhetyebhetye.

ISAHLUKO 13

‘Emva Kokuphikisana Kakhulu’

Ingxaki yolwaluko isiwa kwiqumrhu elilawulayo.

ISAHLUKO 14

“Sonke Siye Sagqiba” Ngento Enye

Funda indlela iqumrhu elilawulayo elafikelela ngayo kwisigqibo ngengxaki yolwaluko nendlela eso sigqibo esawamanyanisa ngayo amabandla.

ISAHLUKO 15

“Ekhuthaza Amabandla”

Abashumayeli abahambahambayo banceda amabandla ukuba aqine elukholweni.

ISAHLUKO 16

“Yiza Ngapha EMakedoni”

Ukwamkela isabelo nokuvuya xa sitshutshiswa kuzisa iintsikelelo.

ISAHLUKO 17

‘Wathetha Nawo NgeZibhalo’

UPawulos ushumayela ngokucokisekileyo kumaYuda aseTesalonika nawaseBhereya.

ISAHLUKO 18

‘Funani UThixo, Nize Nimfumane’

Ngokwenza loo nto, ngawaphi amathuba awafumanayo okushumayela?

ISAHLUKO 19

“Qhubeka Uthetha, Ungathuli”

Sinokufunda ntoni kwizinto uPawulos awazenzayo eKorinte, eza kusinceda sishumayele ngokucokisekileyo ngoBukumkani BukaThixo?

ISAHLUKO 20

‘Lalikhula Yaye Lisiba Namandla’ Nangona Lalichaswa

Funda indlela uApolo noPawulos abancedise ngayo ekusasazeni iindaba ezilungileyo.

ISAHLUKO 21

“Ndimsulwa Egazini Labantu Bonke”

UPawulos ukhuthele kumsebenzi wokushumayela futhi ucebisa abadala.

ISAHLUKO 22

“Mayenzeke Intando KaYehova”

Ezimisele ukwenza ukuthanda kukaThixo, uPawulos uya eYerusalem.

“Khanimamele Ndizithethelele”

UPawulos uthethelela inyaniso kumahlokondiba anomsindo nakwiSanhedrin.

ISAHLUKO 24

“Yiba Nesibindi!”

Umpostile uPawulos uphuncuka kwiqhinga lokubulawa aze azithethelele kwiRhuluneli, uFeliks.

ISAHLUKO 25

“Ndibhenela KuKesare!”

UPawulos ungumzekelo omhle ekuthetheleleni iindaba ezilungileyo.

CHAPTER 26

“Akukho Nomnye Kuni Oza Kufa”

UPawulos wophukelwa yinqanawa, ubonisa ukholo olukhulu nothando ebantwini.

ISAHLUKO 27

‘Ukushumayela Ngokucokisekileyo’

Ngoxa evalelwe eRoma, uPawulos uqhubeka eshumayela.

ISAHLUKO 28

“Nakwezona Ndawo Zikude Emhlabeni”

AmaNgqina kaYehova asaqhubeka esenza umsebenzi owawuqalwe ukwenziwa ngabalandeli bakaYesu bexesha lakudala.

Isalathiso Semifanekiso

Imifanekiso ephambili kule ncwadi.