Ingxelo Yonyaka Wenkonzo Ka-2022 WamaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Jonga iinkcukacha zomsebenzi wokushumayela owenziwe ngamaNgqina KaYehova ukuqala ngoSeptemba 2021 ukuya ngoAgasti 2022.

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2022

Le ngxelo yonyaka yamaNgqina kaYehova ibonisa indlela asebenze ngayo, nezinto azisebenzisileyo kumsebenzi wawo wokushumayela ehlabathini lonke.

Ingxelo Yango-2022 Yamazwe Ekushunyayelwa Kuwo

Le ngxelo inenani lamaNgqina nelababhaptiziweyo nabantu abebeze eSikhumbuzweni namanye amanani.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Mangaphi AmaNgqina KaYehova Xa Ewonke Emhlabeni?

Jonga indlela adityaniswa ngayo amanani amaNgqina.

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engena Kumakhaya Ngamakhaya?

Funda ukuba uYesu wathi mabenze ntoni abalandeli bakhe bokuqala.

Iintshayelelo Zentsimi

Ngoobani​—AmaNgqina KaYehova?

Abantu abaninzi banomdla wokwazi ukuba ngoobani amaNgqina KaYehova. Yiva ngawo ukuba angoobani.

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Funda ngendlela esincedana ngayo njengabazalwana ehlabathini lonke.

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

Ehlabathini lonke, amaNgqina kaYehova anceda abantu ngokubafundisa iBhayibhile. Bukela indlela abenza ngayo.