Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 1 2024 | Icebiso Onokulithemba Ngokulungileyo Nokungalunganga

Usenza njani isigqibo sokuba into ilungile okanye ayilunganga? Abantu abaninzi baye baxhomekeke kwindlela abaziva ngayo okanye kwinto abayikholelwayo. Abanye baye bacinge ngezimvo zabanye abantu xa besenza izigqibo. Wena, ngaba unjalo okanye wahlukile? Yintoni eza kukunceda wenze izigqibo eziza konwabisa wena nentsapho yakho?

 

Okulungileyo Nokungalunganga: Umbuzo Esifanele Sizibuze Wona

Xa ufuna ukwenza isigqibo ngendlela yokuziphatha yintoni enokucebisa?

Okulungileyo Nokungalunganga: Into Ekhokela Abantu Abaninzi Xa Besenza Isigqibo

Singayibona ukuba into ilungile okanye ayilunganga ngokujonga indlela thina okanye abanye abavakalelwa ngayo. Kodwa ingaba ikhona indlela ebhetele kunaleyo?

Okulungileyo Nokungalunganga: Sinokuyithemba IBhayibhile

Sinokuqiniseka njani ukuba iBhayibhile inamacebiso anokuthenjwa ngendlela yokuziphatha?

Okulungileyo Nokungalunganga: Icebiso LeBhayibhile Linokusinceda

Jonga izinto ezine abantu abaninzi abaye babona kuzo ukuba amacebiso eBhayibhile ayasebenza futhi anokuthenjwa.

Sinokulifumana Phi Icebiso Elinokuthenjwa Namhlanje?

IBhayibhile ingakunceda wenze izigqibo ongasoze uzisole ngazo.