IMBONISELO—EFUNDWAYO Februwari 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAprili 8–Meyi 5, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 5

‘Soze Ndinilahle’!

Iza kufundwa kwiveki ka-Aprili 8-14, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 6

‘Masidumise Igama LikaYehova’

Liza kufundwa kwiveki ka-Aprili 15-21, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 7

Ziintoni Esinokuzifunda KumaNaziri?

Liza kufundwa kwiveki ka-Aprili 22-28, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 8

Qhubeka Umvumela UYehova Akukhokele

Iza kufundwa kwiveki ka-Aprili 29–Meyi 5, 2024.

Yonwaba Njengoko Umlinde Ngomonde UYehova

Abantu abaninzi badiniwe zizinto ezenzeka kweli hlabathi ngoxa belinde ukuba uYehova aziphelise. Yintoni enokwenza kungabi nzima ukulinda size nathi sonwabe ngoxa sisalindile?

Abazalwana Ababini Abatsha BeQumrhu Elilawulayo

NgoLwesithathu, nge-18 kaJanuwari, 2023, kwenziwa isaziso sokuba uMzalwan’ uGage Fleegle noJeffrey Winder baye bamiselwa ukuba babe kwiQumrhu Elilawulayo LamaNgqina KaYehova.

Imibuzo Evela Kubafundi

IBhayibhile isixelela ntoni ngokukwazi kukaYehova ukubona izinto zingekenzeki?

Ngaba Ubusazi?

Khawuve izinto ezintathu ezisenokuba zenza ababhali beBhayibhile benza le nto.