Yiya kwinkcazelo

Ukukholwa KuThixo

Ukholo lusinceda senze izinto ezilungileyo, lungakunika amandla ngoku ibe lungakunceda uqiniseke ngezinto eziza kwenzeka kwixesha elizayo. Nokuba awuzange wakholelwa kuThixo, okanye waphelelwa lukholo, okanye ufuna luqine, iBhayibhile ingakunceda.

Xelisa Ukholo Lwabo—Amadoda Namabhinqa AseBhayibhileni