Funda Into Entsha

2024-06-04

UMTSHATO NENTSAPHO

Ningakuphepha Njani Ukudivosa Senibadala?

Kutheni abantu abadala bedivosa? Ningenza njani ukuze le nto ingenzeki kowenu umtshato?

2024-06-04

AMABALI OBOMI

UMiles Northover: UYehova Wandisikelela Ngokusebenza Nzima Ngezandla Zam

Ukufunda intetho yolwimi yezandla kwamnceda uMiles kubomi bakhe. Xa ejonga kule minyaka mihlanu idlulileyo, ukhumbula indlela ekuye kwaba mnandi ngayo ukunceda abazalwana abangevayo eBritani.

2024-06-04

AMABALI OBOMI

UTerry Reynolds: UYehova Wandinceda Ndamenzela Konke Okusemandleni Am

Owona msebenzi wayewufuna uTerry kukuba kwinkonzo yexesha elizeleyo. Ngenxa yaloo nto uye wenza imisebenzi emininzi, njengokuba ngumvangeli nokusebenza eBheteli eTaiwan. Nangona sekuphele iminyaka engaphezu kweyi-60 ekwinkonzo yexesha elizeleyo, usaqhubeka emkhonza ngamandla akhe onke uYehova kunye nomfazwi wakhe uWen-hwa.

2024-06-04

AMABALI OBOMI

Irma Bentivogli: Ndikhonza UThixo Osinika “Nasiphi Na Isipho Esihle”

Nangona uIrma esazikhumbula izinto ezenzeka kwiMfazwe Yehlabathi Yesibini, unombulelo ngezipho azinikwe nguYehova ezifana nabantu abamkhonza ngokuzimisela nangokukhonza eBheteli.

2024-06-03

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO

Septemba–Oktobha 2024

2024-05-31

HLALANI NITHE QWA!

Ububi Buyanda Emhlabeni Wonke—Ithini IBhayibhile?

Funda ukuba yintoni ebangela ukuba ububi bande emhlabeni.

2024-05-30

INDLELA ESETYENZISWA NGAYO IMINIKELO YAKHO

Ukunceda Abazalwana Abahlelwe Yintlekele Ngo-2023—“Sizibonele Ngokwethu Uthando LukaYehova”

Bancedwe njani abazalwana abahlelwe yintlekele ngo-2023? Luye lwabonakala njani uthando lukaYehova?

2024-05-20

HLALANI NITHE QWA!

Kutheni Abantu Bengasaphathani Kakuhle?—Ithini IBhayibhile?

Indlela yokuziphatha yehle kakhulu ngoku. IBhayibhile ichaza ukuba kutheni kunje ibe ikuchaza kakuhle ukuba kuthetha ukuthini kanye kanye ukuziphatha kakuhle ngendlela yokuthetha neyokwenza.

2024-05-19

ULUTSHA LUYABUZA

Ndingayiphucula Njani Indlela Endithetha Ngayo Nabantu?

Amacebiso amathathu anokukunceda uqalise incoko uze uyiqhube.

2024-05-19

ULUTSHA LUYABUZA

Ukuthandana—Inxalenye 3: Ngaba Sifanele Sohlukane?

Ngaba ufanele uqhubeke uthandana ukuba uyathandabuza? Eli nqaku liza kukunceda wenze isigqibo.

2024-05-19

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Bafumana ‘Iperile Exabiseke Kakhulu’

UMary noBjörn bafumanna inyani ngoBukumkani ngeendlela ezingafaniyo. Yabutshintsha njani ubomi babo?

2024-05-17

IMIXHOLO ENGAKUMBI

Ukhuseleko Lwamabhinqa​​—Into Ethethwa YiBhayibhile

UThixo ufuna amabhinqa akhuseleke. Jonga ukuba kutheni ewakhathalele ibe uza kwenza ntoni ngokuphathwa kwawo kakubi.